Uhezekile 44:25 XHO96

25 “Umbingeleli maze angazifaki umlaza ngokusondela esidumbini somntu; kodwa xa isidumbu isesoyise kungenjalo unina, unyana kungenjalo intombi, umntakwabo kungenjalo udade wabo ongatshatanga, angasondela kuso.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44

imbono Uhezekile 44:25 kwimeko