17 Umda lo uya kusuka elwandle uye eHazare-enon, wayame umda osemantla eDamasko, nowamantla eHamati. Lo ke uya kuba ngumda wasemantla.
funda isahluko epheleleyo Uhezekile 47
imbono Uhezekile 47:17 kwimeko