Uhezekile 47:18 XHO96

18 Ngasempumalanga umda uya kucanda phakathi kweHawuran neDamasko, wayame iJordan phakathi kweGiliyadi nelizwe lakwaSirayeli, uye kutsho kuLwandle oluFileyo, uthi gaa ngeTamare. Lo ke uya kuba ngumda wasempuma.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 47

imbono Uhezekile 47:18 kwimeko