Uisaya 10:14 XHO96

14 Ubutyebi bazo suka bafana namaqand' entaka,ndaza ke mna ndathatha ndathaphulula nje!Njengomntu oxhaphaza amaqanda asisisulu,ndenjenjalo ukuziqokelela izizwe.Ndizenzela nje kungaqhwaqhwazi nephiko eli,kungekho nantaka ekhe yakrotsha!’ ”

funda isahluko epheleleyo Uisaya 10

imbono Uisaya 10:14 kwimeko