Uisaya 10:22 XHO96

22 Nangona nje ngoku amaSirayeli ebonakala eyinyambalala enjengeenkozo zentlabathi eselunxwemeni lolwandle, kuphela yimbinana nje eya kusinda ibuye. Kaloku phezu kwawo kulenga-lenga intshabalalo – ibe ifanele ke phofu.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 10

imbono Uisaya 10:22 kwimeko