Uisaya 10:26 XHO96

26 Mna Ndikhoyo onamandla onke ndiya kuwathwaxa kwangalaa ndlela ndawabetha ngayo amaMidiyan kwiliwa laseOrebhe. Isohlwayo sam kuma-Asiriya yoba kwaseso ndawabetha ngaso namaJiputa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 10

imbono Uisaya 10:26 kwimeko