Uisaya 19:18 XHO96

18 Ngelo xesha ke kwisihlanu sezixeko zaseJiputa kobe kuthethwa ulwimi lwabemi baseKanana. Futhi xa bathethayo baya kufunga uNdikhoyo uSomandla-onke. Esinye sezixeko zakhona kothiwa sisiXeko seNtshabalalo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 19

imbono Uisaya 19:18 kwimeko