Uisaya 26:21 XHO96

21 Kaloku uNdikhoyo yena uyeza;wosuka aphume ekhayeni lakhe,aze kubohlwaya abemi behlabathi,kuba kaloku bona basuke bona.Nomhlaba ngokwawo wosuka uthetheuwaxele amagazi aphalele kuwo;wosuka ubaveze abo babulawayo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 26

imbono Uisaya 26:21 kwimeko