3 Mna Ndikhoyo ndingumalusi waso,mna ndisinkcenkceshela rhoqo;nangobhadakazi andilali, ndalusa sona,hleze ubani asonakalise.
funda isahluko epheleleyo Uisaya 27
imbono Uisaya 27:3 kwimeko