Uisaya 3:18 XHO96

18 Ewe, uyeza umhla apho iNkosi iya kubohlutha konke abazidla ngako abafazi baseJerusalem – nditsho loo miliza bayinxibayo, naloo malaphu bawathwalayo, amaso ngokunjalo,

funda isahluko epheleleyo Uisaya 3

imbono Uisaya 3:18 kwimeko