16 Khangela encwadini kaNdikhoyo ufunde:Kwezi zilo akukho singekhoyo,kungekho nesingenaqabane laso,kuba lowo ngumlomo kaNdikhoyo,nguMoya wakhe oya kuziqokelela.
funda isahluko epheleleyo Uisaya 34
imbono Uisaya 34:16 kwimeko