Uisaya 37:1 XHO96

1 Ke kaloku wathi akuziva ezi ndaba ukumkani uHezekiya, suka wakhathazeka, wazikrazula izambatho zakhe, wanxiba ezirhwexayo zokuzila, waya endlwini *kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 37

imbono Uisaya 37:1 kwimeko