Uisaya 41:14 XHO96

14 “Ewe, mna Ndikhoyo ndithi:‘Ubuthathak' unjalo, Yakobi,nimbalwa ninjalo, Sirayeli,kodwa sukoyika, ndiza kukusiza.Mna Yedwa, Thixo kaSirayeli,ndim okukhululayo.’

funda isahluko epheleleyo Uisaya 41

imbono Uisaya 41:14 kwimeko