Uisaya 42:16 XHO96

16 Iimfama ndozihambisa ngeendlela ezingazaziyo;ewe, ndozikhokela ngomendo ongaqhelekanga.Kubo ubumnyama ndobujika bube kukukhanya;iingxondorha zojika zibe ngamathafa.Ezo zinto ndiya kuzenza;futhi ke soze ndizityeshele konke.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:16 kwimeko