Uisaya 42:22 XHO96

22 Kambe ke aba bantu zizisulu zokuxhatshazwa;sebatshixelwa kwamnyama-ndawo,bade baya kufihlwa ezintolongweni.Ziindwayi ezingamaxhob' ukuxhatshazwa;ziintw' ezingenabani wakuzihlangula.Akakho othi: “Godukani ngoku.”

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:22 kwimeko