Uisaya 44:13 XHO96

13 Kanti ke umchweli uyawulinganisa umthi. Uzoba loo nto afuna ukuyenza ngetshokhwe; usebenzisa izixhobo zakhe ewukrola, aze ke akhuphe into efana nomntu (inzwana yomfo) ayithathe ayifake endlwini.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 44

imbono Uisaya 44:13 kwimeko