Uisaya 44:6 XHO96

6 UNdikhoyo uKumkani kaSirayeli noMkhululi wakhe,nditsho uSomandla-onke, uthi:“Ndingowokuqala;ndikwangowokugqibela;akukho Thixo wumbi ngaphandle kwam.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 44

imbono Uisaya 44:6 kwimeko