Uisaya 5:24 XHO96

24 Ngoko ke niya kufana nomququ,wona ulencwayo lidangatye;nani niya kuba njengengca,yona ishwatyaniswayo ngumlilo.Niya kusuka nibole iingcambu;intyatyambo yenu iya kuvuthuluka.Kaloku niyimangele ingqeqesho kaNdikhoyo onamandla onke,nalitshica ilizwi likaYedwa kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 5

imbono Uisaya 5:24 kwimeko