Uisaya 51:14 XHO96

14 Abo babanjiweyo sebeza kukhululwa;abayi kufa, koko bodla ubomi obude,bangalambi, koko baxhamle intlutha.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 51

imbono Uisaya 51:14 kwimeko