Uisaya 56:11 XHO96

11 Zifana nqwa nezinja ngokunyoluka;zizingxala ngokutya, kodwa azihluthi.Zinjalo nezi nkokheli, zivaleke mba;zonke zenza ngokuzithandela;ngulowo nalowo usemva kwenzuzo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 56

imbono Uisaya 56:11 kwimeko