18 Ngoku ke ndikubonile ukuziphatha kwabo;ngoko ke ndiza kubanyanga –ndiza kubakhokela ndibasize ndibathuthuzele,
19 abo banesingqala ndibaphakel' indumiso,uxolo nenzolo kwabakufuphi nabasekudeni;ewe, ndiza kubanyanga abantu bam,”utsho uNdikhoyo.
20 Ke zona izikhohlakali ziphithizela njengolwandleolumaza asoloko elatyuza,edudula ukungcola nodaka.
21 Ewe, uThixo wam uthi:“Akukho ukonwaba kwabakhohlakeleyo!”