Uisaya 58:7 XHO96

7 Kananjalo yabelanani nabo abalambileyo,amahlwempu eembacu niwafake ezindlwini.Abo badlakazelayo baphen' impahla;yekani ukusuka nifulathele amawenu.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 58

imbono Uisaya 58:7 kwimeko