Uisaya 62:9 XHO96

9 kodwa abo bayihlwayeleyo boyivuna –baya kuyitya badumise uNdikhoyo ngayo;ewe, abo bayiqokelelayo idiliyabosela iwayini enkundleni yendlu kaThixo.”

funda isahluko epheleleyo Uisaya 62

imbono Uisaya 62:9 kwimeko