Uisaya 65:15 XHO96

15 Ke lona igama lenu loba sisigculelo kubantu bam;uMhlekazi uNdikhoyo uya kunitshabalalisa,zona izicaka zakhe azinike igama elitsha.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 65

imbono Uisaya 65:15 kwimeko