Uisaya 7:2 XHO96

2 Ukumkani wakwaJuda uthe akulufumana udaba lokuba imikhosi yama-Aram seyingxange kumhlaba wakwaSirayeli, akoyika wangcangcazela, yena nabantu bakhe, okwemithi ishukunyiswa ngumoya.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 7

imbono Uisaya 7:2 kwimeko