Uisaya 9:6 XHO96

6 Andithi na kaloku thina sizalelwe umntwana;kaloku thina silizwe ngonyana.Nguye ke oya kulawula.Ke yena wothiywa igama kuthiwenguMcebisi omangalisayo,uThixo oligorha,uSonini-nanini,iTshawe loxolo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 9

imbono Uisaya 9:6 kwimeko