Uisaya 23:15 XHO96

15 Yona iTire ihlalele ukungena kwelokulibala. Yoba sisixhenxe samashumi eminyaka ingasakhunjulwa, xesha elo ke libubomi bokumkani. Emva kwaloo minyaka ke iTire kuya kuculwa ngayo njengehenyukazi, kuthiwe:

funda isahluko epheleleyo Uisaya 23

imbono Uisaya 23:15 kwimeko