Uisaya 53:7 XHO96

7 “Ewe, yena waphathwa gadalala,kodwa wathi cwaka, akakhalaza tu.Waba njengexhwane eliya kuxhelwa,wathi cwaka njengegusha ichetywa;ewe, akawuvulanga umlomo wakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 53

imbono Uisaya 53:7 kwimeko