Uisaya 61:3 XHO96

3 ewe, abo banesingqala eZiyon mandibathi jize ngesithsaba endaweni yezimnyama,intambiso yolonwabo endaweni yokulila,ndibathi wambu ngengoma yochulumacho endaweni yomva-ndedwa.Kaloku bona kothiwa bayimithi yobulungisa,imithi etyalwe nguNdikhoyo ngokwakhe,ukuze baphuhlise isihomo sakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 61

imbono Uisaya 61:3 kwimeko