Uisaya 61:9 XHO96

9 Isizukulwana sabo soba ngoodumezweni,inzala yabo yaziwe naziintlanga.Bonke abababonayo baya kuvuma bathi:‘Luhlanga oluthamsanqelweyo nguNdikhoyo.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uisaya 61

imbono Uisaya 61:9 kwimeko