11 “Ke nina bamfulathelayo uNdikhoyo,abangayikhathaleleyo intaba yam eyodwa iZiyon –nina banqula uGadi noMeni, *izithixo zelaka nekamva –
funda isahluko epheleleyo Uisaya 65
imbono Uisaya 65:11 kwimeko