Uisaya 7:17 XHO96

17 “Wena nabantu bakho ndawonye nekomkhulu liphela uNdikhoyo uza kunizisela inkxwaleko engathethekiyo engazange yalanywe okokoko waqhekekayo umbuso kaSirayeli kowakwaJuda. Ewe, uza kunithumela ngokumkani wama-Asiriya.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 7

imbono Uisaya 7:17 kwimeko