Uisaya 7:18 XHO96

18 “Ngelo xesha ke uNdikhoyo uya kutsho ngomtyangampo wekhwelo, atsho amaJiputa ancothuke kwelikude kwiintlambo zomlambo iNayile, eze ngathi libubu leempukane. Kanti kananjalo nama-Asiriya aya kuphuma kwelakowawo ebhubhuzela exel' iinyosi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 7

imbono Uisaya 7:18 kwimeko