3 Unjengomthi omiliselwe phezu kwemijelo yamanzi,Onika isiqhamo sawo ngexesha lawo,Ogqabi lawo lingabuniyo;Konke akwenzayo kophumelela.
4 Àbanjalo abangendawo;Bòna banjengomququ ophetshethwa ngumoya.
5 Ngenxa yoko abangendawo abanakuma emgwebeni,Naboni ebandleni lamalungisa.
6 Ngokuba uYehova uyayazi indlela yamalungisa;Ke yona indlela yabangendawo iya kudaka.