1 Yabonani, ukuba kúhle, ukuba mnandi,Ukuthi abazalwana bahlale bemxhelo mnye!
2 Kunjengeoli elungileyo entloko,Isíhla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,Isihla iye emqukumbelweni weengubo zakhe.
3 Kunjengombethe waseHermon,Ohla phezu kweentaba zaseZiyon;Ngokuba uYehova wayimisela khona apho intsikelelo,Ubomi, kude kuse ephakadeni.