14 Ùbonile wena; ngokuba uyabubona ububi nenkathazo, ubùbeke esandleni sakho;Úzinikela kuwe oludwayi;Ùngumncedi weenkedama wena.
15 Yaphula ingalo yongendawo;Onobubi, mbuze okungendawo kwakhe, kungasali nento.
16 UYehova nguKumkani ngonaphakade kanaphakade;Zitshabalele iintlanga, azabakho ehlabathini lakhe.
17 Umnqweno wabalulamileyo uwuvile, Yehova;Wazizimasa iintliziyo zabo, wayibaza indlebe yakho,
18 Ukuba ugwebe ityala lenkedama noxinzelelweyo,Angabi sabangcangcazelisa umntu wasehlabathini.