10 Ngubani na owondisa emzini onqatyisiweyo,Ngubani na owondikhaphela kwaEdom?
11 Asinguwe na, Thixo, lo usihlambileyo?Akwaphuma, Thixo, nemikhosi yethu.
12 Síncede kumbandezeli wethu;Alunto yanto usindiso lomntu.
13 NgoThixo siya kweyisa,Abagqushe yena ababandezeli bethu.