Iindumiso 109:18 XHO75

18 Wambatha ukuqalekisa kwanga yingubo yakhe,Kwangena embilinini wakhe njengamanzi,Nanjengeoli emathanjeni akhe.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 109

imbono Iindumiso 109:18 kwimeko