4 Iintolo zegorha ezitsolo,Kunye namalahle avuthayo onwele.
5 Athi ke mna! Kuba ndingumphambukeli kwaMesheki,Ndihleli ngasezintenteni zakwaKedare.
6 Umphefumlo wam kade uhleliNabaluthiyileyo uxolo.
7 Mna ndingowoxolo;Ke ndithi ndakuthetha, bona babe yimfazwe.