1 Ndavuya bakuthi kum,Masiye endlwini kaYehova.
2 Iinyawo zethu zifike zemaEmasangweni akho, Yerusalem;
3 Yerusalem, wena wakhiweyoNgokomzi ohlangeneyo wamnye;
4 Apho zinyuka ziye khona izizwe,Izizwe zikaYehova;Ibubungqina ke loo nto kwaSirayeli,Ukuba kubúlelwe kwigama likaYehova.
5 Kuba khona apho kumiswe iitrone zokugweba,Iitrone zendlu kaDavide.