1 Hayi, uyolo lwabantu bonke abamoyikayo uYehova,Abahamba ngeendlela zakhe!
2 Ukuxelenga kwezandla zakho inene ùya kukudla,Ùya kuba noyolo wena, kulunge kuwe.
3 Umkakho woba njengomdiliya oqhamayoEndlwini yakho ngaphakathi;Oonyana bakho babe njengezithole zomnqumaNgeenxa zonke esithebeni sakho.
4 Yabona, únjalo ukusikelelwa umfoOmoyikayo uYehova.