3 Umkakho woba njengomdiliya oqhamayoEndlwini yakho ngaphakathi;Oonyana bakho babe njengezithole zomnqumaNgeenxa zonke esithebeni sakho.
4 Yabona, únjalo ukusikelelwa umfoOmoyikayo uYehova.
5 Makakusikelele uYehova eZiyon.Uyibone iYerusalem inenyhwebaYonke imihla yobomi bakho;
6 Ubone abantwana babantwana bakho.Malube luxolo kuSirayeli.