1 Kukaninzi bendibandezela kwasebuncinaneni bam,Makatsho uSirayeli;
2 Kukaninzi bendibandezela kwasebuncinaneni bam:Ababanga nakundithini noko.
3 Abalimi balima emhlana kum,Bayolula indima yabo.
4 UYehova ulilungisa,Uzinqumle izintya zabangendawo.