1 Ngamana wakuphendula uYehova ngemini yembandezelo,Ngamana lakúsa engxondeni igama likaThixo kaYakobi!
2 Wakúthumela uncedo lwasengcweleni,Wakúxhasa eseZiyon!
3 Wayikhumbula yonke iminikelo yakho yokudla,Wawafumana etyebile amadini akho anyukayo! (Phakamisani.)
4 Wakunika ngokwentliziyo yakho,Walizalisa lonke icebo lakho!