Iindumiso 22:25 XHO75

25 Ivela kuwe indumiso yam ebandleni elikhulu;Nezibhambathiso zam ndiya kuzizalisa phambi kwabamoyikayo.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 22

imbono Iindumiso 22:25 kwimeko