Iindumiso 31:22 XHO75

22 Ke mna ndathi ekuphakuzeleni kwam,Ndinqanyúlwe andabakho emehlweni akho.Waliva noko izwi lokukhunga kwam ekuzibikeni kwam kuwe.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 31

imbono Iindumiso 31:22 kwimeko