37 Gcina ogqibeleleyo, ukhangele othe tye;Ngokuba izivela-mva zezomntu woxolo.
38 Ke bona abangendawo batshatyalaliswa kuphele;Izivela-mva zongendawo ziyanqanyulwa.
39 Usindiso lwamalungisa luphuma kuYehova;Uligwiba lawo ngexesha lembandezelo.
40 UYehova uyawanceda, awasindise,Awasindise kongendawo, awasindise,Ngokuba azímela ngaye.