Iindumiso 39:1 XHO75

1 Ndathi, Ndiya kuzigcina iindlela zam,Ndingoni ngolwimi lwam;Ndiya kuwugcina ngokuwubopha umlomo wam,Xa ongendawo asephambi kwam.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 39

imbono Iindumiso 39:1 kwimeko