7 Lonakele kukukhathazeka iliso lam;Laluphele ngenxa yababandezeli bam bonke.
8 Sukani kum, nina nonke basebenzi bobutshinga;Ngokuba uYehova ulivile ilizwi lokulila kwam.
9 Ukuvile uYehova ukutarhuzisa kwam;UYehova umthandazo wam uyawamkela.
10 Ziya kudana, zikhwankqe kakhulu, zonke iintshaba zam;Ziya kubuyiswa zidanile ngephanyazo.