1 Thixo, usihlambile, wasichitha,Waqumba; ngamana wasibuyisa.
2 Ulinyikimisile ilizwe, ulikrazule;Philisa iintanda zalo ngokuba lishukuma.
3 Ubabonisile abantu bakho into elukhuni,Usisezé iwayini ehexisayo.
4 Ubanike ibhanile* abakoyikayo,Ukuba bayiphakamise ngenxa yenyaniso. (Phakamisani.)